Inoalo

Lesiem

Mystics Spirits Voices


Hayi ubuhle bendalo yakho
ngumangaliso wakho
Wadala abantu wadala izilwanyana
kwaneentaka zakho
lintaba nezityalo, umoya
nemilambo, nolwandle
Iisipho sobomi phakathi
Kwendoda nomfazi, njengelanga nenyanga

Hayi ubuhle bendalo yakho
ngumangaliso wakho
Hayi ubuhle bendalo yakho
ngumangaliso wakho

Encontrou algum erro na letra? Por favor, envie uma correção >

Compartilhe
esta mĂșsica

Ouça estaçÔes relacionadas a Lesiem no Vagalume.FM

MIX DE MÚSICAS

ARTISTAS RELACIONADOS