Bongeziwe Mabandla

Ndokulandela

Bongeziwe Mabandla


Phambi kwabantu bonke
Mina ndiyafunga
Uba bom' endibuphila
Ndibushiya emva
Lemini isisi'phawulo
Mna ndiyazazisa
Andisenguye mna lo ndandinguye
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zo bo
Zobomi bam zobomi bam
Zobomi bam, zobomi bam
Nhliziyo yami yonke
Ndiyibeka phambi kwakho
Andisenawo
Wona amandla
Ndincede bawo
Uzundamukele
Uyikhombe indlela
Ukuze ndihambe
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zo bo
Zobomi bam zobomi bam
Zobomi bam zobomi bam
Izwe lingangijekela
Bantu bangiflathele
Mna andijiki ndoku
Ndokulandela
Ndokulandela, wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena
Noma wena uyaphi na
Ndokuhamba nawe
Zonke imini zo bo
Zobomi bam zobomi bam
Zobomi bam zobomi bam

Letra enviada por null

Encontrou algum erro na letra? Por favor, envie uma correção >

Compartilhe
esta música

Ouça estações relacionadas a Bongeziwe Mabandla no Vagalume.FM
ESTAÇÕES